bavumele hlulani somagwaza liyeza
Автор: Thangane Mbombo
Загружено: 2022-11-28
Просмотров: 3026
Описание:
ukuguqulwa kwezihlwele emabambeni kucofimvaba eqwebeqwebe igqirha ngu bavumele hlulani
June 2022 kowu isiko liyaphilisa kofunayo ukuphila isiko liyintlahla koyidingayo intlahla ngenxa yesiko elikhalazayo kungema yonke into de nityhole abathakathi kanti abenzanga nto ukuphupha ulele uphuphe uhleli ukuyicinga into de ikuthukuthezele iyakuxelela ukuba ngawuke uzifune ukuba ungubani wakwabani kanene ixhanti kulapho silila khona kulapho sicela khona kulapho sithandaza khona sibotyoze umnqwazi sicela kwabadala kwaye bayaphendula makungade kuxakanisekwe ngenxa yesiko olaziyo ukuba liyatyalwa okanye lalishiywe ngutatakho ngoku ulaziyo awulenzi Kuba usithi lashiywa nguye lenze uzofumana umvuzo wena ubaleka intsimbi sukuzisokolisa thwasa ungekade utsale nzima ngento oyaziyo ubizo lubuzo camagwini
Повторяем попытку...
Доступные форматы для скачивания:
Скачать видео
-
Информация по загрузке: