andilalanga by bavumele hlulani
Автор: Thangane Mbombo
Загружено: 2022-02-04
Просмотров: 98331
Описание:
kwidolophu yakutsolo enkalweni kwesika nombewu kumzi Wakwatogu nalapho sasiyolahla intsimbi siyokuchitha amayeza wegqirha elingasekhoyo nela welela kwelemimoya klk umntu oligqirha xa Athe walandulela Eli limagada ahlabayo wawelela ngaphaya izixhobo zakhe ziyamlandela ngokusesikweni masthead camagu kulendawo azigcinwa intsimbi zegqirha lawuba lingasekho. ngoba ukuzigcina kwakho kuwutsho umzi ubeyinto de kuthiwe kunoba uymtyiwa lichanti bebhubha abantu beseh
lelwa zingozi bephelelwa yimisebenzi futhi kuphele imvisiswano phakathi kwenu nilikhaya kanti nanku umntu omhlophe elila enikhalala nguye lona ungathi sisidungamzi intsimbi zakhe zange niyokumnika ngokwesiko nangokwendlela yobume bakhe camagwini nganike niyeke ukusola amagqwirha nganike nizijonge Nina nilungise iziphoso zenu nizokuyibona indle camagu camagwini
Повторяем попытку...
Доступные форматы для скачивания:
Скачать видео
-
Информация по загрузке: